Umhlobo Wenene FM 88-106FM

News & Announcements
Shows up Next
Competitions
FNB eBucks and Pick n Pay

UMzantsi Afrika unemidibaniso yezinto ezimbini ezihambelanayo! Cinga nge soka/ngebhola ekhatywayo...

Closes: 2026-03-27
Standard Bank

Every Day is Pay Day ngeStandard Bank! Ngena ngoku ukuze...

Closes: 2026-03-31
Ingoma Yonyaka

Chonga Ingoma Yonyaka ka 2025! Phumelela isabelo sakho kwimali eyi-R10,000...

Closes: 2026-03-31
Podcasts & Vodcasts
View all
UWFM Podcasts
iBrakfesi Eyondlayo Ekuse...

Mothers day convo

Social Media
Follow us @UmhloboWeneneFM

#UphuhlisoLwezemfundo #Teaching #BestTeacher @20h30 Sithetha ngobuzo lobutitshala. Bakhona ootitshala abawenza ngenyameko nangothando umsebenzi wabo. Nangona kukho imiceli mngeni eliqela kolu bizo, kodwa mihla le sibona imisebenzi emihle eyenziwa ngootitshala esingathi babizelwe ukuguqula iimeko ...zabantwana ngokwezemfundo.

Namhlanje singathanda ukuva kuwe titshala ukuba yintoni ekonwabisayo ngomsebenzi wakho nekwenza ukholelwe ukuba lubizo lwakho olu… Kuwe mphulaphuli sifuna ukuva ukuba ngowuphi lo titshala uqonda ukuba unobizo lobutitshala ngendlela enza ngayo.

Ungasitsalela umnxeba ku 086 000 2672, okanye usithumelele iVN kuWhatsApp 041 391 1221 kungenjalo ungasibhalela kuFacebook; UmhloboWenene FM 88 – 106. #SABCEducation

#EzorhweboNemali #CommerceandFinance #BusinessEthics @20h05 sithetha ngendlela yokuziphatha kwezoshishino okanye xa uqhuba ishishini lakho. Sizakube sihleli no Luthando Hlubi Mbiko - Business and Financial Intelligence Coach. Singathanda ukuva ukuba njengosomashishini wakhe wafunwa imali yokunyoba ...na ukuze ufumane inkonzo ekhawulezileyo okanye ithuba elibhetele kunabanye. Kwaze kwenzeka ntoni emva koko… Ungasitsalela umnxeba ku 086 000 2672, okanye usithumelele iVN kuWhatsApp 041 391 1221 kungenjalo ungasibhalela kuFacebook; UmhloboWenene FM 88 – 106. #SABCEducation

JONGA!

Noxa uluhlu lweemvumi eziza kuba kwiqonga leZiyakhala Mo Sun City luvutha bheee, kodwa nabo besiphinda besithi fa-fa-fa ngelinye lamazwi athandwa kunene ngamanxila engoma.

Ungathi asikuxelelanga, kwaye akufuni kuyibaliselwa. Thenga itikiti lakho ngalo mzuzu!

...Amatikiti afumaneka eTicket Pro
https://shop.ticketpro.co.za/event/ziyakhala-mo-sun-city-2026-c02e82

UMHLA: 27 June 2026
INDAWO: Sun City Superbowl

#RoadToZiyakhalaMoSunCity
#ZiyakhalaMoSunCity

🔴 EMOYENI:

▶️ Inkqubo: iDrive Enochatha

🎙️Abasasazi: @LuksGidane @BabeZee

#iDriveEnochatha X #UbuntuBam

UGqirha Loyiso Nqevu ungxangile, ulinde umbuzo yakho ngemiba yesiNtu. Ukuba unombuzo, ungasitsalela umnxeba okanye uthumele ivoicenote, kungenjalo ...ubhale umbuzo apha ngezantsi.

Cofa iqosha u-Like, u-Share wabelane nabahlobo bakho.

Bhala uthi:
#UWFMDrive
#Unomhlobomhlobo
#umhlobouyakhathala

🔴 EMOYENI:

▶️ Inkqubo: iDrive Enochatha

🎙️Abasasazi: Luks Gidane Zintle Babe-Zee Mbusi

#iDriveEnochatha X #UmbuzoOmkhulu

UMBUZO:

Yintoni into ebalulekileyo owayifundayo okanye owancedwa ngayo ngumntu owawuthandana naye (ex)?

Cofa ...iqosha u-Like, u-Share wabelane nabahlobo bakho.

Bhala uthi:
#UWFMDrive
#Unomhlobomhlobo
#umhlobouyakhathala

#123Pholaz: Namhlanje sifun'ukuva kuwe ukuba, yintoni lanto uyamnkeleyo nozaziyo ngesiqu sakho ukuba, hayi awukhomhle ke kuyo, iyakubhida, kudaala uzizama kodwa this, you are not good at, usenza nzame ezithini ukuziphucula?

Ezothando, ukwakha ubuhlobo, AI, Cell phone banking, ukuqhuba... imoto, Parenting, ukupheka, ukubamba ixesha, ukucenga, ukugcina imali, ukusebenzisa, ukucula nezinye?

#Ezezindlu Namhlanje uSis Lino usikhanyisela ngamalungelo ethu, amanyathelo asemthethweni afunekayo, kunye neendlela zokufumana uncedo ngaphambi kokuba imeko ifikelele kwinqanaba lokoxuthwa kwendlu. #KKM

#Ezobudlelwane Namhlanje sixoxa ngendlela amaqabane anokwakha ngayo ubudlelwane obunempilo ngokucacisa izinto zemali, ukucwangcisa kunye nokuphepha imiqondiso yokuxhatshazwa okanye ukusetyenziswa ngenxa yemali. #KKM

...https://omny.fm/shows/khanyisa-kukhanye-mhlobo/mrs-mali-bambiso-unpacking-financial-abuse?in_playlist=khanyisa-kukhanya-mhlobo

#PhuhlaMntwana
#MondaysToFridays

@09h20 ungaphoswa

Namhlanje, sisekule veki kaZwelonke yokhuseleko lwabantwana - National Child Protection Week

Sihamba no Adv. Ayanda Thembalethu Mhlola ethetha ngamalungelo abantwana

Hlala nathi ngoba bathi sihleli ...nani.

Faith Mqala
Sis Toz Official

🔴 EMOYENI:

▶️ Inkqubo: iDrive Enochatha

🎙️Abasasazi: @LuksGidane @BabeZee

#iDriveEnochatha X #UbuntuBam

UGqirha Loyiso Nqevu ungxangile, ulinde umbuzo yakho ngemiba yesiNtu. Ukuba unombuzo, ungasitsalela umnxeba okanye uthumele ivoicenote, kungenjalo ...ubhale umbuzo apha ngezantsi.

Cofa iqosha u-Like, u-Share wabelane nabahlobo bakho.

Bhala uthi:
#UWFMDrive
#Unomhlobomhlobo
#umhlobouyakhathala

🔴 EMOYENI:

▶️ Inkqubo: iDrive Enochatha

🎙️Abasasazi: Luks Gidane Zintle Babe-Zee Mbusi

#iDriveEnochatha X #UmbuzoOmkhulu

UMBUZO:

Yintoni into ebalulekileyo owayifundayo okanye owancedwa ngayo ngumntu owawuthandana naye (ex)?

Cofa ...iqosha u-Like, u-Share wabelane nabahlobo bakho.

Bhala uthi:
#UWFMDrive
#Unomhlobomhlobo
#umhlobouyakhathala

JONGA!

Noxa uluhlu lweemvumi eziza kuba kwiqonga leZiyakhala Mo Sun City luvutha bheee, kodwa nabo besiphinda besithi fa-fa-fa ngelinye lamazwi athandwa kunene ngamanxila engoma.

Ungathi asikuxelelanga, kwaye akufuni kuyibaliselwa. Thenga itikiti lakho ngalo mzuzu!

...Amatikiti afumaneka eTicket Pro
https://shop.ticketpro.co.za/event/ziyakhala-mo-sun-city-2026-c02e82

UMHLA: 27 June 2026
INDAWO: Sun City Superbowl

#RoadToZiyakhalaMoSunCity
#ZiyakhalaMoSunCity

🔴 EMOYENI:

▶️ Inkqubo: iDrive Enochatha

🎙️Abasasazi: @LuksGidane @BabeZee

Cofa iqosha u-Like, u-Share wabelane nabahlobo bakho.

#iDriveEnochatha X #IkonaYamadoda

Njengomntu oyindoda, yintoni eyona nto erhuqela phantsi isidima sakho?

... Yintoni into ekwenza ungabonelwa ntweni ngabantu, kwaye ke ikuphatha njani loo nto?

Bhala uthi:
#UWFMDrive
#Unomhlobomhlobo
#umhlobouyakhathala

🔴 EMOYENI:

▶️ Inkqubo: iDrive Enochatha

🎙️Abasasazi: Luks Gidane @babezee

Cofa iqosha u-Like, u-Share wabelane nabahlobo bakho.

#iDriveEnochatha X #UmbuzoOmkhulu

Athini amava akho ngokukhulisa okanye ngokuqeqesha umntwana ongengowakho, ...okanye ongazalwa kowenu?

Kukho uluvo lokuba kunzima ukukhulisa umntwana ongengowakho kuba xa umqeqesha okanye uqinisa isandla, kulula ukuba ubonwe njengomntu omhlukumezayo.

Bhala uthi:
#UWFMDrive
#Unomhlobomhlobo
#umhlobouyakhathala

10 DAYS TO KICK-OFF!

The countdown is ON and all roads lead to the USA, Mexico and Canada. Bafana Bafana are back on the world stage for the first time since 2010.

The nation is ready. The pride is real and history is in motion once again. This is not just football, it’s a ...national return to the world stage.

SABC brings you all the action from 11 June – 19 July:

• Catch it live on SABC 1 and SABC 3
• Stream it on SABC Plus
• Listen on your favourite SABC Radio Stations

The wait is over… the stage is ours again

Proudly brought to you by SABC Sport your official broadcaster

#UphuhlisoLwezemfundo #Teaching #BestTeacher @20h30 Sithetha ngobuzo lobutitshala. Bakhona ootitshala abawenza ngenyameko nangothando umsebenzi wabo. Nangona kukho imiceli mngeni eliqela kolu bizo, kodwa mihla le sibona imisebenzi emihle eyenziwa ngootitshala esingathi babizelwe ukuguqula iimeko ...zabantwana ngokwezemfundo.

Namhlanje singathanda ukuva kuwe titshala ukuba yintoni ekonwabisayo ngomsebenzi wakho nekwenza ukholelwe ukuba lubizo lwakho olu… Kuwe mphulaphuli sifuna ukuva ukuba ngowuphi lo titshala uqonda ukuba unobizo lobutitshala ngendlela enza ngayo.

Ungasitsalela umnxeba ku 086 000 2672, okanye usithumelele iVN kuWhatsApp 041 391 1221 kungenjalo ungasibhalela kuFacebook; UmhloboWenene FM 88 – 106. #SABCEducation

#EzorhweboNemali #CommerceandFinance #BusinessEthics @20h05 sithetha ngendlela yokuziphatha kwezoshishino okanye xa uqhuba ishishini lakho. Sizakube sihleli no Luthando Hlubi Mbiko - Business and Financial Intelligence Coach. Singathanda ukuva ukuba njengosomashishini wakhe wafunwa imali yokunyoba ...na ukuze ufumane inkonzo ekhawulezileyo okanye ithuba elibhetele kunabanye. Kwaze kwenzeka ntoni emva koko… Ungasitsalela umnxeba ku 086 000 2672, okanye usithumelele iVN kuWhatsApp 041 391 1221 kungenjalo ungasibhalela kuFacebook; UmhloboWenene FM 88 – 106. #SABCEducation

🔴 EMOYENI:

▶️ Inkqubo: iDrive Enochatha

🎙️Abasasazi: @LuksGidane @BabeZee

#iDriveEnochatha X #UbuntuBam

UGqirha Loyiso Nqevu ungxangile, ulinde umbuzo yakho ngemiba yesiNtu. Ukuba unombuzo, ungasitsalela umnxeba okanye uthumele ivoicenote, kungenjalo ...ubhale umbuzo apha ngezantsi.

Cofa iqosha u-Like, u-Share wabelane nabahlobo bakho.

Bhala uthi:
#UWFMDrive
#Unomhlobomhlobo
#umhlobouyakhathala

🔴 EMOYENI:

▶️ Inkqubo: iDrive Enochatha

🎙️Abasasazi: Luks Gidane Zintle Babe-Zee Mbusi

#iDriveEnochatha X #UmbuzoOmkhulu

UMBUZO:

Yintoni into ebalulekileyo owayifundayo okanye owancedwa ngayo ngumntu owawuthandana naye (ex)?

Cofa ...iqosha u-Like, u-Share wabelane nabahlobo bakho.

Bhala uthi:
#UWFMDrive
#Unomhlobomhlobo
#umhlobouyakhathala

JONGA!

Noxa uluhlu lweemvumi eziza kuba kwiqonga leZiyakhala Mo Sun City luvutha bheee, kodwa nabo besiphinda besithi fa-fa-fa ngelinye lamazwi athandwa kunene ngamanxila engoma.

Ungathi asikuxelelanga, kwaye akufuni kuyibaliselwa. Thenga itikiti lakho ngalo mzuzu!

...Amatikiti afumaneka eTicket Pro
https://shop.ticketpro.co.za/event/ziyakhala-mo-sun-city-2026-c02e82

UMHLA: 27 June 2026
INDAWO: Sun City Superbowl

#RoadToZiyakhalaMoSunCity
#ZiyakhalaMoSunCity

JONGA!

Noxa uluhlu lweemvumi eziza kuba kwiqonga leZiyakhala Mo Sun City luvutha bheee, kodwa nabo besiphinda besithi fa-fa-fa ngelinye lamazwi athandwa kunene ngamanxila engoma.

Ungathi asikuxelelanga, kwaye akufuni kuyibaliselwa. Thenga itikiti lakho ngalo mzuzu!

...Amatikiti afumaneka eTicket Pro
https://shop.ticketpro.co.za/event/ziyakhala-mo-sun-city-2026-c02e82

UMHLA: 27 June 2026
INDAWO: Sun City Superbowl

#RoadToZiyakhalaMoSunCity
#ZiyakhalaMoSunCity

🔴 EMOYENI:

▶️ Inkqubo: iDrive Enochatha

🎙️Abasasazi: @LuksGidane @BabeZee

#iDriveEnochatha X #UbuntuBam

UGqirha Loyiso Nqevu ungxangile, ulinde umbuzo yakho ngemiba yesiNtu. Ukuba unombuzo, ungasitsalela umnxeba okanye uthumele ivoicenote, kungenjalo ...ubhale umbuzo apha ngezantsi.

Cofa iqosha u-Like, u-Share wabelane nabahlobo bakho.

Bhala uthi:
#UWFMDrive
#Unomhlobomhlobo
#umhlobouyakhathala

🔴 EMOYENI:

▶️ Inkqubo: iDrive Enochatha

🎙️Abasasazi: Luks Gidane Zintle Babe-Zee Mbusi

#iDriveEnochatha X #UmbuzoOmkhulu

UMBUZO:

Yintoni into ebalulekileyo owayifundayo okanye owancedwa ngayo ngumntu owawuthandana naye (ex)?

Cofa ...iqosha u-Like, u-Share wabelane nabahlobo bakho.

Bhala uthi:
#UWFMDrive
#Unomhlobomhlobo
#umhlobouyakhathala

#123Pholaz: Namhlanje sifun'ukuva kuwe ukuba, yintoni lanto uyamnkeleyo nozaziyo ngesiqu sakho ukuba, hayi awukhomhle ke kuyo, iyakubhida, kudaala uzizama kodwa this, you are not good at, usenza nzame ezithini ukuziphucula?

Ezothando, ukwakha ubuhlobo, AI, Cell phone banking, ukuqhuba... imoto, Parenting, ukupheka, ukubamba ixesha, ukucenga, ukugcina imali, ukusebenzisa, ukucula nezinye?

Download our App
Listen anywhere, anytime. Available on iOS and Android.
Stream Ready